Khanyi (21) — ndikuxelela ngoku

Ndidikiwe zi-apps noku-ghostiwa. Ndi-21, ndisebenza njenge-fitness trainer e-Stellenbosch. Ndifuna umntu wenyani — umntu ofowunayo xa esithi uzakufowuna, umntu ovela xa esithi uvela. Andiceli uthando

View on UbuntuMap

UbuntuMap — South Africa's fastest business directory